Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO AGASTI 2016

Agasti 29–Septemba 4

INDUMISO 110-118

Agasti 29–Septemba 4
  • Ingoma 61 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ndiya Kumbuyekeza Ngantoni Na UYehova?”: (imiz. 10)

    • Nd 116:3, 4, 8—UYehova wahlangula umdumisi ekufeni (w87 3/15 24 ¶5)

    • Nd 116:12—Umdumisi wayefuna ukumbulela uYehova (w09 7/15 29 ¶4-5; w98 12/1 24 ¶3)

    • Nd 116:13, 14, 17, 18—Umdumisi wayezimisele ukuzenza zonke izinto ezazilindelwe nguYehova kuye (w10 4/15 27, ibhokisi)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 110:4—Yintoni esi ‘sifungo’ kuthethwa ngaso kule vesi? (w14 10/15 11 ¶15-17; w06 9/1 14 ¶1)

    • Nd 116:15—Kutheni le vesi ingafanelanga ibhekiswe kumfi kwintetho yomngcwabo? (w12 5/15 22 ¶2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 110:1–111:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) ll 16—Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) ll 17—Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 179-181 ¶17-19—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 82

  • Fundisa Inyaniso”: (imiz. 7) Ingxubusho.

  • Iphulo Elikhethekileyo Lokuhambisa IMboniselo NgoSeptemba”: (imiz. 8) Ingxubusho. Dlala ividiyo yokuqala yentshumayelo kaSeptemba, emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi balikhuthalele eli phulo nokuba babe ngoovulindlela abangabancedani.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 23 ¶1-14

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 144 Nomthandazo

    Isikhumbuzo: Yidlale le ngoma kube kanye, emva koko ibandla liyicule.