I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO AGASTI 2016

Agasti 15-21

INDUMISO 102–105

Agasti 15-21
  • Ingoma 80 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.4 10-11—Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.4 10-11—Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 164-166 ¶3-4— Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 91

  • Ungaze Uzilibale Izinto Akwenzele Zona UYehova (Nd 103:1-5): (imiz. 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo eku-jw.org ethi Ndandidikiwe Yindlela Endandiphila Ngayo. (Jonga kwindawo ethi INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI > IMISEBENZI.) Emva koko qwalasela le mibuzo ilandelayo: Ziziphi izizathu ezisenza sidumise uYehova? Kwixesha elizayo sinokulindela ukuba ukulunga kukaYehova kusenze sisikelelwe ngantoni?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 22 ¶1-13

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 131 Nomthandazo