Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Agasti 2016

Agasti 22-28

INDUMISO 106-109

Agasti 22-28
  • Ingoma 2 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Bulelani KuYehova”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni (imiz. 8.)

    • Nd 109:8—Ngaba uThixo wamisela kwangaphambili ukuba uYudas angcatshe uYesu ukuze kuzaliseke isiprofeto? (w00 12/15 24 ¶20; it-E 1 857-858)

    • Nd 109:31—Kutshiwo njani ukuba uYehova “uya kuma ngasesandleni sokunene solihlwempu?” (w06 9/1 14 ¶8)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 106:1-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) ll 6—Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) ll 7—Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 178-179 ¶14-16—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 94

  • UYehova Uya Kuzinyamekela Iimfuno Zethu (Nd 107:9): (imiz. 15) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi UYehova Uya Kuzinyamekela Iimfuno Zethu. (Yiya ku tv.jw.org/xh, jonga kwindawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > INTSAPHO.) Cela abaphulaphuli bagqabaze ngezinto abazifundileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 22 ¶14-24, impinda

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 149 Nomthandazo