Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Januwari 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 2 KRONIKE 29–32

Unqulo Lokwenyaniso Lufuna Kusetyenzwe Nzima

Unqulo Lokwenyaniso Lufuna Kusetyenzwe Nzima
BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

UHezekiya uzimisele ukubuyisela unqulo lokwenyaniso

29:10-17

  • Ngo-746-716 B.C.E.

    UHezekiya Walawula

  • NGONISAN 746 B.C.E.

    • Usuku 1-8: Kwacocwa intendelezo engaphakathi

    • Usuku 9-16: Kwacocwa indlu KaYehova

    • Ucamagusho lwawo onke amaSirayeli nokubuyiselwa konqulo lokwenyaniso luyaqala

  • Ngo-740 B.C.E.

    Ukuphanza KweSamariya

UHezekiya umema bonke abantliziyo zinyanisekileyo ukuba bahlanganisane ukuze banqule

30:5, 6, 10-12

  • Iimbaleki zazithunywe ukusasaza iileta ezithetha ngePasika ukususela eBher-shebha ukuya kutsho kwaDan

  • Ngoxa abanye babehlekisa, abaninzi bazivuyela