I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JANUWARI 2016

Januwari 11-17

2 KRONIKE 33–36

Januwari 11-17
  • Ingoma 35 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyakuxabisa Ukuguquka Ngokunyanisekileyo”: (imiz. 10)

    • 2Kr 33:2-9, 12-16—Ngenxa yokuba waguquka ngokunyanisekileyo, uManase wenzelwa inceba (w05 12/1 21 ¶5)

    • 2Kr 34:18, 30, 33—Ukufunda nokucamngca ngeBhayibhile kungasinceda kakhulu (w05 12/1 21 ¶10)

    • 2Kr 36:15-17—Asifanele sikuxhaphaze ukuba novelwano nokuba nomonde kukaYehova (w05 12/1 21 ¶7)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • 2Kr 33:11—Sisiphi isiprofeto esazalisekayo xa uManase wathinjelwa eBhabhiloni? (it-1-E 62 ¶2)

    • 2Kr 34:1-3—Luluphi ukhuthazo esinokulufumana ngokuhlola umzekelo kaYosiya? (w05 12/1 21 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: 2Kr 34:22-33 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Thetha ngomxholo ongaphandle weMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu oye wasabela kakuhle kwintshumayelo yomxholo ongaphandle weMboniselo yakutshanje.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile. (bh 9-10 ¶6-7)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU