Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Januwari 2016

Januwari 25-31

EZRA 6-10

Januwari 25-31
  • Ingoma 10 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Ufuna Simkhonze Ngokuzithandela”: (imiz. 10)

    • Ezr 7:10—UEzra wayilungisa intliziyo yakhe

    • Ezr 7:12-28—UEzra wenza amalungiselelo okubuyela eYerusalem

    • Ezr 8:21-23—UEzra wathemba uYehova ukuba uza kubakhusela abakhonzi bakhe

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Ezr 9:1, 2—Kwakusisisongelo esikhulu kangakanani ukutshata “nezizwana zamazwe”? (w06 1/15 20 ¶1)

    • Ezr 10:3—Kwakutheni ukuze abantwana balahlwe kunye nabafazi? (w06 1/15 20 ¶2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Ezr 7:18-28 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Yenza umboniso wokuhambisa incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo uze uxubushe isifundo 8, umbuzo 1, isiqendu 1. Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu obumnike incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo. Xubusha isifundo 8, umbuzo 1, isiqendu 2. Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile usebenzisa incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo isifundo 8, umbuzo 2.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU