Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Januwari 2016

Januwari 18-24

EZRA 1-5

Januwari 18-24
  • Ingoma 85 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyazigcina Izithembiso Zakhe”: (imiz. 10) [Dlala ividiyo enomxholo othi Intshayelelo KaEzra.]

    • Ezr 3:1-6—Iziprofeto zikaYehova azize zisilele (w06 1/15 19 ¶2)

    • Ezr 5:1-7—UYehova unokuzitshintsha iimeko ukuze kulungelwe abantu bakhe (w06 1/15 19 ¶4; w86 1/15 9 ¶2; w86 2/1 ibhokisi ekwiphe. 29)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Ezr 1:3-6—Kutheni amaSirayeli angazange avume ngokuzithandela ukubuyela eYerusalem singenakuthi ayebuthathaka elukholweni? (w06 1/15 17 ¶5; 19 ¶1)

    • Ezr 4:1-3—Kwakutheni ukuze uncedo lwazo lungamkeleki? (w06 1/15 19 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Ezr 3:10–4:7 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Thetha ngenqaku lokugqibela leMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu oye wasabela kakuhle kwintshumayelo yenqaku lokugqibela leMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile. (bh 20-21 ¶6-8)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 40

  • “Zonke Ezinye Izinto Ziya Kongezelelwa Kuni”: (imiz. 5) Intetho esekelwe kuMateyu 6:33 nakuLuka 12:22-24. Cela abavakalisi babalise amava endlela uYehova aye wasizalisekisa ngayo isithembiso sakhe sokunyamekela iintswelo zabo babeka uBukumkani kwindawo yokuqala.

  • Ngaba Uthi ‘Ewe Ngoxa Usithi Hayi’?: (imiz. 10) Ingxubusho (w14 3/15 30-32)

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 7 ¶1-14 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 41 Nomthandazo