Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Izidalwa Zomoya—Indlela Ezisichaphazela Ngayo (Inxalenye 2)

Kutheni uYehova ezalela zonke iindlela zokusebenzelana nemimoya? Sinokuzikhusela njani kwizidalwa zomoya ezifuna ukusilahlekisa?

Okungakumbi

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 2)

Ngaphambi kokuba umKristu azinikele kuThixo zintoni ekufuneka azenze? Ukuzinikela komKristu kuThixo kwenza enze eziphi izigqibo emva kokuba ezinikele?

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 1)

Kutheni amaKristu kufuneka ebhaptiziwe? Yintoni efanele ikhuthaze amaKristu ukuba abhaptizwe?

Sondela KuThixo Ngomthandazo (Inxalenye 2)

Funda oko kuthethwa yiBhayibhile ngendlela nexesha esinokuthandaza ngalo.