Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Uncedo Kwizibini Ezitshatileyo Nabazali

“Ngaba siyakuze sikwazi ukuwugqiba unyaka sitshatile?” “Iincoko zethu zisoloko zijika zibe ziingxabano—singenza ntoni ukuze siyiyeke le nto?” “Ndingathetha njani nabantwana bam ngesini?” Le mibuzo yezibini ezitshatileyo ingakhangeleka imininzi kakhulu kukwanjalo nangeempendulo zayo.

Kungakhathaliseki indlela okhuliswe ngayo okanye imvelaphi yakho, uza kufumanisa ukuba iBhayibhile inamacebiso aluncedo anokuphucula umtshato wakho aze akuncede ekukhuliseni abantwana.

Izibini

Abazali