I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Oopopayi Abathandwa Ngabantwana

AmaNgqina kaYehova aye enza oopopayi bokunceda abantwana bakwazi ukuthobela iBhayibhile. Benziwa njani, yaye bathini abantwana ngabo? Ukuze ufumane impendulo bukela le vidiyo.

 

Okunye Onokukubona

Iividiyo Ezivuyisa Abantwana

AmaNgqina kaYehova enze iividiyo zoopopayi ezifundisa abantwana iindlela zokuziphatha nangoThixo. Uye wayintoni umphumo?