I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA KUNQULO LWENTSAPHO

IZINTO EZINOKWENZIWA KUNQULO LWENTSAPHO

Indlela UYehova Asomeleza Ngayo

ABAGWEBI ISAHLUKO 6-7

Bazali: Fundani ezi zifundo zeBhayibhile njengentsapho.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Unesibindi

Fundisa abantwana bakho ngeyona nto eyenza umntu abe nesibindi.

Indlela Umoya Oyingcwele Osinika Ngayo Amandla Okukhonza UYehova

Sebenzisa esi sikhokelo ukuze uncede abantwana bakho bafunde ngendlela uYehova asinika ngayo umoya oyingcwele.

Ubuhlobo Obunyanisekileyo

Esi sikhokelo singakunceda usebenzise ingxelo yeBhayibhile kaRute ukuze ufundise abantwana bakho iimpawu zomhlobo ofanelekileyo.