Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA KUNQULO LWENTSAPHO

IZINTO EZINOKWENZIWA KUNQULO LWENTSAPHO

Unesibindi

1 SAMUWELI ISAHLUKO 17

Bazali: Fundani ezi zifundo zeBhayibhile njengentsapho.

Okungakumbi

Indlela Umoya Oyingcwele Osinika Ngayo Amandla Okukhonza UYehova

Sebenzisa esi sikhokelo ukuze uncede abantwana bakho bafunde ngendlela uYehova asinika ngayo umoya oyingcwele.

Indlela UYehova Asomeleza Ngayo

Sebenzisa le midlalo kunye neBali Lebhayibhile Elinemifanekiso elithetha ngoGidiyon kunqulo lwenu lwentsapho.

Ubuhlobo Obunyanisekileyo

Esi sikhokelo singakunceda usebenzise ingxelo yeBhayibhile kaRute ukuze ufundise abantwana bakho iimpawu zomhlobo ofanelekileyo.