I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA

Izinto Ezenziwa Xa Kufundwa

Yalatha Oonyana BakaYakobi

Zikhuphelele le nkcazelo uze, uyiprinte uze ubone ukuba ungakwazi na ukuchaza amagama oonyana abathathu bakaYakobi.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Ngubani Oza Kumkhuthaza?

Lo mdlalo unceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bacebe indlela abanokumkhuthaza ngayo omnye umntu.

Cula Ingoma Ethetha Ngokuba Nesibindi

Funda ingoma ethetha ngokuba nesibindi uze uyicule nentsapho yakowenu.

Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo

Lo mdlalo uza kunceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bafunde ngeempawu zesiqhamo somoya.