I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA

IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA

Ngubani Oza Kumkhuthaza?

Khuthaza omnye umntu ukuba aqhubeke ekhonza uYehova, njengoElikana noHana abakhuthaza uSamuweli.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Cula Ingoma Ethetha Ngokuba Nesibindi

Funda ingoma ethetha ngokuba nesibindi uze uyicule nentsapho yakowenu.

Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo

Lo mdlalo uza kunceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bafunde ngeempawu zesiqhamo somoya.

Bomelezwa Ngabazalwana Noodade Wabo

Bonisa abantwana bakho indlela abanokubanceda ngayo abanye nendlela abahlobo babo abanokubanceda ngayo.