Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA

IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA

Cula Ingoma Ethetha Ngokuba Nesibindi

Funda ukucula ingoma eza kukunceda ube nesibindi.

Bona Zonke

Okungakumbi

Ngubani Oza Kumkhuthaza?

Lo mdlalo unceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bacebe indlela abanokumkhuthaza ngayo omnye umntu.

Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo

Lo mdlalo uza kunceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bafunde ngeempawu zesiqhamo somoya.

Bomelezwa Ngabazalwana Noodade Wabo

Bonisa abantwana bakho indlela abanokubanceda ngayo abanye nendlela abahlobo babo abanokubanceda ngayo.