Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA

IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA

Bomelezwa Ngabazalwana Noodade Wabo

Bona indlela amalungu entsapho nawebandla anokukomeleza ngayo.

Okungakumbi

Ngubani Oza Kumkhuthaza?

Lo mdlalo unceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bacebe indlela abanokumkhuthaza ngayo omnye umntu.

Cula Ingoma Ethetha Ngokuba Nesibindi

Funda ingoma ethetha ngokuba nesibindi uze uyicule nentsapho yakowenu.

Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo

Lo mdlalo uza kunceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bafunde ngeempawu zesiqhamo somoya.