Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZIFUNDO ENDIZIFUNDA EBHAYIBHILENI

Izifundo Endizifunda EBhayibhileni

Yiba Nobubele

Ezi zifundo zeBhayibhile zenzelwe abantwana abaneminyaka emi-3 nangaphantsi. Zikhuphelele esi sifundo ukuze usifundele umntwana wakho.

Okungakumbi

Ixesha Lokudlala Okanye Ixesha Lokuzola

Le ngoma ingakunceda ufundise abantwana bakho abancinane ukuba kwiHolo yoBukumkani akubalekwa ibe akudlalwa.

AmaHebhere Amathathu

Nceda umntwana wakho aqonde ukuba kwakutheni ukuze uShadraki, uMeshaki, noAbhednego bangavumi ukuqubuda kumfanekiso kakumkani.

UYesu Olusana

Fundisa abantwana bakho ngokuzalwa kukaYesu.