Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZIFUNDO ENDIZIFUNDA EBHAYIBHILENI

IZIFUNDO ENDIZIFUNDA EBHAYIBHILENI

UYesu Olusana

Nceda umntwana wakho afunde ngokuzalwa kukaYesu.

Bona Zonke

Okungakumbi

AmaHebhere Amathathu

Nceda umntwana wakho aqonde ukuba kwakutheni ukuze uShadraki, uMeshaki, noAbhednego bangavumi ukuqubuda kumfanekiso kakumkani.

Abapostile abayi-12

Nceda umntwana wakho afunde amagama abapostile bakaYesu.

Ndiyabona!

Sebenzisa esi sifundo seBhayibhile ukuze ufundise usana lwakho ngommangaliso odumileyo owenziwa nguYesu.