I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

Amabali EBhayibhile Anemifanekiso

UYosefu KwiLizwe LaseYiputa

Funda ngoYosefu, owaba likhoboka laseYiputa kodwa ongazange ayeke ukukhonza uThixo. Funda eli bali linemifanekiso kwi-intanethi okanye kwi-PDF.

 

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?

UDavide Uba Nesibindi

Yintoni eyayibangela ukuba uDavide abe nethemba lokuba uza kumoyisa uGoliyati? Kutheni unokuba nesibindi sokuba unokwenza izinto ezifanelekileyo?

USamuweli Ukhetha Ukukhonza UYehova

USamuweli wabona abantu abasegunyeni besenza izinto ezimbi. Yintoni eyamncedayo ukuba akhethe ukukhonza uYehova nakubeni abanye bakhetha ukwenza izinto ezimbi?