Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

UYehova Womeleza UGidiyon

UYehova wamnceda njani uGidiyon ukuze amelane nabo babemntlonta kwaMidiyan? Funda ibali elinemifanekiso kwi-intanethi okanye kwiPDF eprintiweyo.

Bona Zonke

Okungakumbi

UNowa Unokholo KuThixo

Esalathiswa nguThixo, uNowa wakha umkhombe ukuze asindise intsapho yakhe kumkhukula. Yintoni onokuyifunda ngokholo kwibali likaNowa nomkhukula?

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?

UDavide Uba Nesibindi

Yintoni eyayibangela ukuba uDavide abe nethemba lokuba uza kumoyisa uGoliyati? Kutheni unokuba nesibindi sokuba unokwenza izinto ezifanelekileyo?