I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

USamuweli Ukhetha Ukukhonza UYehova

Xa abantu ababemngqongile babengamhloneli uThixo, wenza ntoni uSamuweli oselula? Funda ibali elinemifanekiso kwiwebhsayithi okanye kwiPDF eprintiweyo.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?

UDavide Uba Nesibindi

Yintoni eyayibangela ukuba uDavide abe nethemba lokuba uza kumoyisa uGoliyati? Kutheni unokuba nesibindi sokuba unokwenza izinto ezifanelekileyo?

Umoya Oyingcwele Womeleza USamson

USamson wayenamandla njengomnye wabagwebi bakaSirayeli. Umoya oyingcwele kaYehova wamnceda njani? Unokuwufumana njani umoya oyingcwele kaThixo?