I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

URute Ngumhlobo Onyanisekileyo

Kwakutheni ukuze uRute ashiye ikhaya lakhe afudukele kwelinye ilizwe? Funda ibali elinemifanekiso kwi-Intanethi okanye kwiPDF eprintiweyo.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?

UDavide Uba Nesibindi

Yintoni eyayibangela ukuba uDavide abe nethemba lokuba uza kumoyisa uGoliyati? Kutheni unokuba nesibindi sokuba unokwenza izinto ezifanelekileyo?

USamuweli Ukhetha Ukukhonza UYehova

USamuweli wabona abantu abasegunyeni besenza izinto ezimbi. Yintoni eyamncedayo ukuba akhethe ukukhonza uYehova nakubeni abanye bakhetha ukwenza izinto ezimbi?