I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

UDavide Uba Nesibindi

Ngenxa yokuba inkwenkwana enguDavide yayithembele ngoYehova, yayoyisa ngenxa yesibindi ingxilimbela. Funda ibali elinemifanekiso kwi-intanethi okanye uprinte iPDF.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?

USamuweli Ukhetha Ukukhonza UYehova

USamuweli wabona abantu abasegunyeni besenza izinto ezimbi. Yintoni eyamncedayo ukuba akhethe ukukhonza uYehova nakubeni abanye bakhetha ukwenza izinto ezimbi?

Umoya Oyingcwele Womeleza USamson

USamson wayenamandla njengomnye wabagwebi bakaSirayeli. Umoya oyingcwele kaYehova wamnceda njani? Unokuwufumana njani umoya oyingcwele kaThixo?