Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Funda ngoAdam noEva, abenza isigqibo esibonisa ukucingela iziqu zabo nto leyo eyachaphazela bonke abantu. Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso akwi-intanethi okanye ufunde kumaphepha aprintiweyo.

Bona Zonke

Okungakumbi

UYehova Unika USolomon Ubulumko

USolomon wayelumkile ngaphezu kwabo bonke ookumkani abasemhlabeni. Kwenzeka njani ukuba abe nobulumko? Ziziphi iimpazamo awazenzayo?

UNowa Unokholo KuThixo

Esalathiswa nguThixo, uNowa wakha umkhombe ukuze asindise intsapho yakhe kumkhukula. Yintoni onokuyifunda ngokholo kwibali likaNowa nomkhukula?

UDavide Uba Nesibindi

Yintoni eyayibangela ukuba uDavide abe nethemba lokuba uza kumoyisa uGoliyati? Kutheni unokuba nesibindi sokuba unokwenza izinto ezifanelekileyo?