Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

Ibali LeBhayibhile Elinemifanekiso

Oonyana BakaYakobi

Funda ngoonyana bakaYakobi abalishumi abathengisa ngomntakwabo uYosefu ebukhobokeni. Funda ibali elinemifanekiso kwi-intanethi okanye kwiPDF

Bona Zonke

Okungakumbi

UYehova Unika USolomon Ubulumko

USolomon wayelumkile ngaphezu kwabo bonke ookumkani abasemhlabeni. Kwenzeka njani ukuba abe nobulumko? Ziziphi iimpazamo awazenzayo?

UNowa Unokholo KuThixo

Esalathiswa nguThixo, uNowa wakha umkhombe ukuze asindise intsapho yakhe kumkhukula. Yintoni onokuyifunda ngokholo kwibali likaNowa nomkhukula?

UAdam NoEva Bacingela Iziqu Zabo

Yintoni eyenzekayo ngenxa yokuba benza isigqibo esibi?