I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAKHADI ABANTU ABASE­BHA­YI­BHI­LENI

AMAKHADI ABANTU ABASEBHAYIBHILENI

UHana

Dawunlowuda eli khadi lomntu oseBhayibhileni uze ufunde ngoHana, umama kamprofeti uSamuweli. Liprinte, ulisike, uligobe uze uligcine.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

UKumkani USawule

Ukuqala kukaSawule ukulawula njengokumkani wakwaSirayeli, wayethobekile.

UManowa

Wayenguyise womntu owomeleleyo owakha waphila.

UGidiyon

Wayelumkile ekuqaleni kodwa wazingqina ekhaliphile.