Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAKHADI ABANTU ABASE­BHA­YI­BHI­LENI

AMAKHADI ABANTU ABASEBHAYIBHILENI

UGidiyon

Dawunlowuda eli khadi lomntu oseBhayibhileni uze ufunde ngoGidiyon, umSirayeli othozamileyo owaba ligorha elikhaliphileyo. Liprinte, ulisike, uligobe uze uligcine.

Okungakumbi

UHana

UThixo wawuphendula umthandazo ongqalileyo.

UKumkani USawule

Ukuqala kukaSawule ukulawula njengokumkani wakwaSirayeli, wayethobekile.

UManowa

Wayenguyise womntu owomeleleyo owakha waphila.