Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMIFANEKISO

Imifanekiso

Yintoni Esinokuyifunda KuKayin NoAbheli?

Zikuphelele, uwuprinte uze ugqibezela ukuzoba lo mfanekiso nize njengentsapho niphendule imibuzo.

Bona Zonke

Okungakumbi

Ngubani Owakhetha Ukukhonza UYehova?

Le midlalo inceda abantwana abaneminyaka ephakathi kwemithandathu nesibhozo bazi abantu abaseBhayibhileni.

UHana Wanceda USamuweli Akhonze UYehova

Le midlalo inceda abantwana abaphakathi kweminyaka emithathu nemithandathu bafunde ngesipho uHana awayesinika uSamuweli nyaka ngamnye.

Ngezixhobo Ezimbalwa, UDavide Unesibindi

Dibanisa abantu abaseBhayibhileni nemifanekiso ehambelana nabo.