Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMIFANEKISO

IMIDLALO YEMIFANEKISO

Ngezixhobo Ezimbalwa, UDavide Unesibindi

Dibanisa abantu nemifaneskiso ekwibali likaDavide noGoliyati uze uchaze isizathu sokuba uDavide abe nesibindi.

Bona Zonke

Okungakumbi

Ngubani Owakhetha Ukukhonza UYehova?

Le midlalo inceda abantwana abaneminyaka ephakathi kwemithandathu nesibhozo bazi abantu abaseBhayibhileni.

UHana Wanceda USamuweli Akhonze UYehova

Le midlalo inceda abantwana abaphakathi kweminyaka emithathu nemithandathu bafunde ngesipho uHana awayesinika uSamuweli nyaka ngamnye.

UDavide Weza Ngegama LikaThixo

Nceda umntwana wakho afunde ngentsingiselo yegama likaThixo.