Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMIFANEKISO

Imifanekiso

Iphupha Lombhaki

Zikhuphelele eli phepha lifakwa imibala, uliprinte uze ukhangele izinto ezintathu ezingafaniyo kule mifanekiso mibini yephupha lombhaki.

Bona Zonke

Okungakumbi

Ngubani Owakhetha Ukukhonza UYehova?

Le midlalo inceda abantwana abaneminyaka ephakathi kwemithandathu nesibhozo bazi abantu abaseBhayibhileni.

UHana Wanceda USamuweli Akhonze UYehova

Le midlalo inceda abantwana abaphakathi kweminyaka emithathu nemithandathu bafunde ngesipho uHana awayesinika uSamuweli nyaka ngamnye.

Ngezixhobo Ezimbalwa, UDavide Unesibindi

Dibanisa abantu abaseBhayibhileni nemifanekiso ehambelana nabo.