I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IMIFANEKISO

Imifanekiso

Iimpawu Ezintle ZikaRebheka

Khuphelani nize niziprintele lo mfanekiso, gqibezelani ukuwuzoba nize niphendule le mibuzo njengentsapho.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Ngubani Owakhetha Ukukhonza UYehova?

Le midlalo inceda abantwana abaneminyaka ephakathi kwemithandathu nesibhozo bazi abantu abaseBhayibhileni.

UHana Wanceda USamuweli Akhonze UYehova

Le midlalo inceda abantwana abaphakathi kweminyaka emithathu nemithandathu bafunde ngesipho uHana awayesinika uSamuweli nyaka ngamnye.

Ngezixhobo Ezimbalwa, UDavide Unesibindi

Dibanisa abantu abaseBhayibhileni nemifanekiso ehambelana nabo.