I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

OOPOPAYI

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Ngaba akudinwanga kukuba nabantu abazibiza ngokuba ngabahlobo bakho kodwa baphinde bakujikele? Funda indlela yokufumana abahlobo bokwenene—nendlela yokuba nguye!

Funda Okungakumbi

Indlela Yokufumana Abahlobo Abanyanisekileyo

Funda ukuba yintoni eyanceda uDavide noYonatan babe ngabahlobo abathandana kangaka.

Kutheni Ndimele Ndibancede Abanye?

Ukwenzela abanye izinto ezintle kukunceda ubuncinane ngeendlela ezimbini. Ziziphi ezo ndlela?

Umbona ngantoni umhlobo wokwenene?

Inkoliso yabantu ivakalelwa kukuba kubalulekile ukuba nabahlobo bokwenene. Unokuba nguye njani umhlobo wokwenene? Eli nqaku linamacebiso amane aseBhayibhileni.