I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Oopopayi

Ezi vidiyo zinemfundiso ebalulekileyo kodwa zenza ukonwabele ukufunda!

 

Ndinokuyifumana Njani Inkululeko Engakumbi?

Usenokucinga ukuba ufanele uphathwe njengomntu omdala, kodwa abazali bakho abavumelani nawe. Ziintoni onokuzenza ukuze bakuthembe?

Ndingakunqanda Njani Ukuhleba?

Xa kuqaliswa ukuhletywa, yenza okuthile!

Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?

Funda ngoko kuthethwa yintabatheko nothando lokwenene.

Melana Nengcinezelo Yoontanga!

Amanyathelo amane alula anokukunceda ube namandla okuzenzela izigqibo.

Zisebenzise Kakuhle IiWebhsayithi Zokuncokola

Hlala ukhuselekile xa usebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola.

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Kulula ukufumana abahlobo abangakuthandiyo kodwa ungabafumana njani aba bokwenyaniso?

Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe

Funda ukuba kutheni kukho abantu abantlonta abanye nendlela yokuyilwa ngokuphumelelayo le ngxaki.