Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho

Ukuzibekela Amangomso Izinto

Ukuzibekela Amangomso Izinto

Abantu abaselula abathathu bathetha ngeengozi zokuzibekel’ amangomso izinto kunye neengenelo zokwenza izinto ngethuba.

Funda Okungakumbi

ULUTSHA LUYABUZA

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!