Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA IBHAYIBHILE

Izinto Ezenziwa Xa Kufundwa IBhayibhile

UThixo Wawuphendula Umthandazo Wakhe

Funda ngoNehemiya, owathandaza kuThixo ecela uncedo. Zikhuphelele, uze ufunde eli bali leBhayibhile, malibe ngathi lenzeka ngokwenene!

 

Okungakumbi

Thobeka Xa Ulungiswa

Yintoni esiyifundayo kwindlela uNatan awamlungisa ngayo uDavide?

Lumkela Iminqweno Engalunganga

Yiba ngathi uyayibona into eyenzekayo phakathi kukaDavide noBhatshebha. Yintoni esinokuyifunda kweli bali?

UThixo Uphilisa UHezekiya

Funda eli bali leBhayibhile ukuze ubone indlela onokuyiphucula ngayo imithandazo yakho.