Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA IBHAYIBHILE

Izinto Ezinokwenziwa Xa Kufundwa

Lumkela Iminqweno Engalunganga

Funda kwibali likaDavide noBhatshebha. Zikhuphelele eli bali uze ulifunde naseBhayibhileni yakho! Njengoko ufunda yiba ngathi ulapho nawe!

Okungakumbi

Thobeka Xa Ulungiswa

Yintoni esiyifundayo kwindlela uNatan awamlungisa ngayo uDavide?

UThixo Uphilisa UHezekiya

Funda eli bali leBhayibhile ukuze ubone indlela onokuyiphucula ngayo imithandazo yakho.

UThixo Wawuphendula Umthandazo Wakhe

Funda ngoNehemiya, uze ubone indlela awancedwa ngayo ukuze ajongane nabachasi.