I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Ngaba Siphila “Kwimihla Yokugqibela”? (Inxalenye 2)

Ngaba iBhayibhile iyaprofeta ngazo naziphi na izinto ezintle eziza kwenzeka ebudeni ‘bemihla yokugqibela?’ Ziziphi izinto ezintle eziza kwenzeka emva koko? Khawuhlole oko kuthethwa yiBhayibhile.

Bona Zonke

Okungakumbi

Indlela Yokwenza Intsapho Yakho Yonwabe (Inxalenye 2)

Umzekelo owamiselwa nguYesu, unokubanceda njani abazali nabantwana? Hlola iinkolelo zakho noko kufundiswa yiBhayibhile.

Lumele Ngokuqinileyo Unqulo Lokwenyaniso (Inxalenye 1)

Ngaba uThixo uyafuna siyibhiyozela imihla yokuzalwa, iiholide zonqulo nokusebenzisa imifanekiso xa simnqula? Yiyiphi imigaqo yeBhayibhile esebenzayo kulo mba?

Unqulo Olumkholisayo UThixo (Inxalenye 2)

Ngaba kwanele nje ukuthi uyakholelwa kuThixo ukuze akholiswe nguwe? Okanye ngaba ufuna abakhonzi bakhe benze okungakumbi?