I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

Ngubani UYesu Kristu? (Inxalenye 3)

Funda ngezinye zeempawu zikaYesu awazibonisayo ngoxa wayelapha emhlabeni, nangoko zinokusixelela kona ngoYise wakhe. Printa i-PDF uze uphendule imibuzo.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Imbono KaThixo Ngobomi (Inxalenye 2)

Esi sikhokelo sokufunda asizokukunceda nje wazi iinkolelo zakho ngokutofelwa kwegazi nendlela yokusebenzisa igazi kodwa siza kukunceda ukwazi ukuzichaza iinkolelo zakho kwabanye.

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka? (Inxalenye 1)

Ukuba uThixo unamandla, ngaba asinguye obekek’ ityala ngezi zinto zimbi zenzekayo?

Izidalwa Zomoya—Indlela Ezisichaphazela Ngayo (Inxalenye 2)

Ngaba ikho into ephosakeleyo ngokuzama ukunxibelelana nemimoya?