I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka? (Inxalenye 2)

Hlola isizathu sokuba uThixo evumele ukubandezeleka ibe oko kukubonisa njani ukuba sisilumko kwakhe.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Indlela Yokwenza Intsapho Yakho Yonwabe (Inxalenye 1)

Yintoni eyona nto inokwenza konwatywe emtshatweni? Phanda ngeenkolelo zakho, hlola iimfundiso zeBhayibhile, funda neendlela onokuchazela ngayo abanye iinkolelo zakho usebenzisa esi sikhokelo sokufunda.

Imbono KaThixo Ngobomi (Inxalenye 2)

Esi sikhokelo sokufunda asizokukunceda nje wazi iinkolelo zakho ngokutofelwa kwegazi nendlela yokusebenzisa igazi kodwa siza kukunceda ukwazi ukuzichaza iinkolelo zakho kwabanye.

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka? (Inxalenye 1)

Ukuba uThixo unamandla, ngaba asinguye obekek’ ityala ngezi zinto zimbi zenzekayo?