Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

Baphi Abafileyo? (Inxalenye 2)

Kwakutheni ukuze umntu wokuqala, uAdam afe? Ngaba ukufa kukuthanda kukaThixo ngoluntu? Makhe sihlole iimpendulo zeBhayibhile. Printa iPDF uze uphendule imibuzo.

 

Bona Zonke

Okungakumbi

Indlela Yokwenza Intsapho Yakho Yonwabe (Inxalenye 2)

Umzekelo owamiselwa nguYesu, unokubanceda njani abazali nabantwana? Hlola iinkolelo zakho noko kufundiswa yiBhayibhile.

Lumele Ngokuqinileyo Unqulo Lokwenyaniso (Inxalenye 1)

Ngaba uThixo uyafuna siyibhiyozela imihla yokuzalwa, iiholide zonqulo nokusebenzisa imifanekiso xa simnqula? Yiyiphi imigaqo yeBhayibhile esebenzayo kulo mba?

Unqulo Olumkholisayo UThixo (Inxalenye 2)

Ngaba kwanele nje ukuthi uyakholelwa kuThixo ukuze akholiswe nguwe? Okanye ngaba ufuna abakhonzi bakhe benze okungakumbi?