I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Yintoni Efundiswa YiBhayibhile?

Le nkcazelo iza kukunceda uqonde uze ukwazi ukucacisa iimfundiso zeBhayibhile.

 

ISAHLUKO 1

Inyaniso NgoThixo—(Inxalenye 1)

Ubuya kuthini ukuba bekukho umntu othi “uThixo uyabohlwaya abantu abenza izinto ezimbi ngokubenza baphile ubomi obunzima”?

ISAHLUKO 1

Yiyiphi Inyaniso Ngokuphathelele UThixo? (Inxalenye 2)

Ngaba inokwenzeka into yokuba ube ngumhlobo kaThixo?

ISAHLUKO 2

IBhayibhile—Incwadi Evela KuThixo (Inxalenye 1)

IBhayibhile yabhalwa ngabantu, kodwa iyincwadi evela kuThixo’ njani?

ISAHLUKO 2

IBhayibhile—Incwadi Evela KuThixo (Inxalenye 2)

Ezinye iinkcukacha eziseBhayibhileni zisenza siqiniseke ukuba iBhayibhile ibhalwe nguThixo.

ISAHLUKO 3

Yintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba? (Inxalenye 1)

Ngaba wayefuna ukuba izinto zibe nje kwasekuqaleni?

ISAHLUKO 3

Yintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba? (Inxalenye 2)

Ukuba injongo yakhe kukuba umhlaba ube yiparadesi, kutheni ungeyiyo ngoku?

ISAHLUKO 3

Yintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba? (Inxalenye 3)

Ngaba uThixo ucebe ukuba ibe ngabantu abasombulula iingxaki zehlabathi?

ISAHLUKO 4

Ngubani UYesu Kristu? (Inxalenye 1)

Ungamphendula njani umntu othi uYesu wayengumntu nje oqhelekileyo?

ISAHLUKO 4

Ngubani UYesu Kristu? (Inxalenye 2)

Unokuphendula uthini xa umntu esithi uYesu uyalingana noThixo?

ISAHLUKO 4

Ngubani UYesu Kristu? (Inxalenye 3)

UYesu wabonisa njani ukuba namandla kunye nokuthantamisa kwangaxeshanye?

ISAHLUKO 5

Intlawulelo—Esona Sipho Sikhulu SikaThixo (Inxalenye 1)

Ngaba ungalufumana usindiso ngemisebenzi yokholo?

ISAHLUKO 5

Intlawulelo—Esona Sipho Sikhulu SikaThixo (Inxalenye 2)

Ukufa komntu omnye kangangamawakawaka eminyaka edluleyo kunanto yakwenza nantoni nobomi bam?

ISAHLUKO 6

Baphi Abafileyo? (Inxalenye 1)

Ngaba baphila kwenye indawo? Ngaba batshiswa esihogweni?

ISAHLUKO 6

Baphi Abafileyo? (Inxalenye 2)

Ngaba ukufa kwadalwa?

ISAHLUKO 7

Ithemba Lokwenene Ngabantu Obathandayo Abafileyo (Inxalenye 1)

Ukuba ubuhlungu, ngaba loo nto ithetha ukuba awunalo ukholo kuvuko?

ISAHLUKO 7

Ithemba Lokwenene Ngabantu Obathandayo Abafileyo (Inxalenye 2)

Unokumphendula njani umntu othi ithemba lovuko liyintsomi?

ISAHLUKO 8

Buyintoni UBukumkani BukaThixo? (Inxalenye 1)

Kutheni uThixo eza kuba nabalawuli abangabantu ezulwini, ekubeni eneengelosi ezininzi ezinyanisekileyo ebenokukhetha kuzo?

ISAHLUKO 8

Buyintoni UBukumkani BukaThixo? (Inxalenye 2)

Yintoni obusele buyenzile uBukumkani bukaThixo? Yintoni obuza kuyenza kwikamva?

ISAHLUKO 9

Ngaba Siphila ‘Kwimihla Yokugqibela’? (Inxalenye 1)

Abanye abantu bakufumanisa kunzima ukukholelwa ekubeni siphila kwimihla yokugqibela. Ziziphi izizathu onazo zokuqiniseka ukuba sekukufutshane ukuba ipheliswe le nkqubo yezinto?

ISAHLUKO 9

Ngaba Siphila “Kwimihla Yokugqibela”? (Inxalenye 2)

IBhayibhile iyathetha ngezinye zezinto ezintle eziza kwenzeka kwimihla yokugqibela.

ISAHLUKO 10

Izidalwa Zomoya—Indlela Ezisichaphazela Ngayo (Inxalenye 1)

Ngaba iingelosi zikhona? Ngaba zikho iingelosi eziyingozi? Sebenzisa esi sikhokelo sokufunda ukuze ufumane iimpendulo.

ISAHLUKO 10

Izidalwa Zomoya—Indlela Ezisichaphazela Ngayo (Inxalenye 2)

Ngaba ikho into ephosakeleyo ngokuzama ukunxibelelana nemimoya?

ISAHLUKO 11

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka? (Inxalenye 1)

Ukuba uThixo unamandla, ngaba asinguye obekek’ ityala ngezi zinto zimbi zenzekayo?

ISAHLUKO 11

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka? (Inxalenye 2)

IZibhalo zinempendulo ecacileyo neyanelisayo kulo mbuzo unzima.

ISAHLUKO 12

Ukuphila Ngendlela Ekholisa UThixo (Inxalenye 1)

Ngaba unokuba ngumhlobo kaThixo? Hlola oko ukukholelwayo, isizathu sokuba ukukholelwe uze ujonge oko kufundiswa yiBhayibhile.

ISAHLUKO 12

Ukuphila Ngendlela Ekholisa UThixo (Inxalenye 2)

Ngaba sinako ukumkholisa uThixo nakuba uSathana esenzela iingxaki?

ISAHLUKO 12

Ukuphila Ngendlela Ekholisa UThixo (Inxalenye 3)

Kufuneka umgudu ukuze ukwazi ukuphila ngemigaqo yeBhayibhile. Ngaba oko kuluncedo?

ISAHLUKO 13

Imbono KaThixo Ngobomi (Inxalenye 1)

Ubomi sisipho esivela kuThixo. Singabonisa njani ukuba siyabuhlonela ubomi bethu nobabanye?

ISAHLUKO 13

Imbono KaThixo Ngobomi (Inxalenye 2)

Esi sikhokelo sokufunda asizokukunceda nje wazi iinkolelo zakho ngokutofelwa kwegazi nendlela yokusebenzisa igazi kodwa siza kukunceda ukwazi ukuzichaza iinkolelo zakho kwabanye.