I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2

Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2

Ufuna amacebiso onokuwathemba! Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2, inaloo macebiso kanye. Le ncwadi inodliwano-ndlebe oluye lwenziwa nolutsha ehlabathini lonke. Luye lwancedwa ngamacebiso eBhayibhile. Khawubone indlela enokukunceda ngayo nawe.

Le ncwadi iza kukunceda uphendule imibuzo ngezi zinto zilandelayo:

  • Isini Esahlukileyo

  • Utshintsho Ebomini

  • Abahlobo

  • Isikolo Nabo Ufunda Nabo

  • Imali

  • Abazali Bakho

  • Indlela Ovakalelwa Ngayo

  • Ukuzihlaziya

  • Ukukhula kwakho Ngokomoya

Zikhuphelele le ncwadi ngePDF, okanye uzicelele ikopi eprintiweyo ngokubhalela iiofisi zethu.

Qaphela: Ngoku iPDF yale ncwadi ineendawo onokukwazi ukubhala kuzo. Ukuba isixhobo osisebenzisayo siyakuvumela ukuba wenze loo nto, ungakwazi ukubhala iimpendulo kule ncwadi.