Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 1

Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 1

‘Ndingathetha Njani Nabazali Bam?’ ‘Ndinokuba nabo njani abahlobo?’ ‘Yintoni ephosakeleyo ngokulala nomntu nje?’ ‘Kutheni ndikhathazeka kangaka?’

Ukuba ukhe wazibuza imibuzo efana nale, akuwedwa. Kuxhomekeka ukuba ubulifuna phi icebiso, usenokufumana iimpendulo ezingafanayo. Incwadi ethi Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 1, ingakunceda. Amacebiso ayo asuka eBhayibhileni. ILizwi LikaThixo liye lanceda abantu abaninzi baphumelela kwiingxaki abajongene nazo. Nawe lingakunceda!

Le ncwadi inala macandelo alandelayo:

  • Indlela Yokuphatha Amalungu Entsapho

  • Ubuntu Bakho

  • Esikolweni Nasemva Kwaso

  • Isini, Imilinganiselo Yokuziphatha Nothando

  • Ihambo Eyonzakalisayo

  • Ixesha Ongenzi Nto Ngalo

  • Unqulo

  • Isihlomelo Sabazali

Zikhuphelele le ncwadi ngePDF, okanye zicelele ikopi eprintiweyo ngokubhalela kwiiofisi zethu.

Qaphela: Ngoku iPDF yale ncwadi ineendawo onokukwazi ukubhala kuzo. Ukuba isixhobo osisebenzisayo siyakuvumela ukuba wenze loo nto, ungakwazi ukubhala iimpendulo kule ncwadi.