I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

Ukuzihlaziya Nezinto Ofanele Uzenze

Iphepha onokubhala kulo elenzelwe ukukunceda ubone okubalulekileyo phakathi kokuzihlaziya nezinto ofanele uzenze.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Ukucacisa Iinkolelo Zakho Ngobufanasini

Kunzima ukucacisa iinkolelo zakho ngalo mbandela untununtunu. Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ube neendlela ezifanelekileyo nezichuliweyo zokuthetha ngobufanasini.

Ukuba Kuselwa Utywala Ndiza Kuthini?

Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ulungiselele kwangaphambili ukuze unganyanzelwa ukuba usele utywala.

Ukumelana Neentlungu Zokukhula

Eli phepha unokubhala kulo linokukunceda umelane neengxaki zokufikisa.