I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

Ukubeka Imida

Iphepha onokubhala kulo lokukunceda uphephe ukwenza izinto eziza kubangela ukuba umntu wesini esahlukileyo acinge ukuba uyamthanda.

Bona Zonke

OKUNGAKUMBI

Ngaba Singabahlobo Okanye Sincwasene?

Into oyithethayo ebonisa ubuhlobo omnye umntu usenokuyijonga njengokuncwasa. Unokukuphepha njani ukuthumela umyalezo obhidayo?

Ukucacisa Iinkolelo Zakho Ngobufanasini

Kunzima ukucacisa iinkolelo zakho ngalo mbandela untununtunu. Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ube neendlela ezifanelekileyo nezichuliweyo zokuthetha ngobufanasini.

Ukuba Kuselwa Utywala Ndiza Kuthini?

Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ulungiselele kwangaphambili ukuze unganyanzelwa ukuba usele utywala.