I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ukunceda Intsapho

Intsapho ingayindawo efana nomthunzi opholileyo ngemini etshisayo, indawo yokubalekela xa kukubi ebomini. Loo nto ingenzeka kuphela xa usebenzisa amacebiso eBhayibhile entsatsheni yakho.

Phawula: Amanye amagama abantu akumacandelo athi “Izibini Ezitshatileyo Nabazali” kunye nelithi “Abafikisayo” atshintshiwe.

 

Izibini Ezitshatileyo Nabazali

Nqulani UYehova Njengentsapho

Ningalonwabela njani unqulo lwentsapho?

Xa Umntwana Wakho Enesiphene

Funda ngeengxaki ezi-3 neendlela zokusebenzisa ubulumko beBhayibhile ukuze uzoyise.

Abafikisayo

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Xa Kufuneka Ubuyele Ekhaya

Ngaba wakhe wemka ekhaya wazama ukuzihlalela, waza wabethwa yimeko yezoqoqosho? Nanga amacebiso aluncedo anokukunceda.

Abantwana

Yiba Nobubele

Sebenzisa esi sifundo seBhayibhile ukuze ufundise abantwana bakho indlela yokuba nobubele ebantwini.

Culela UYehova Ingoma!

Emva kokwenza eli phepha, cula uze uyazi ngentloko ingoma ethi, “UYehova Ligama Lakho.”