Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

Ngaba Ukungcakaza Sisono?

Impendulo esuka eBhayibhileni

Nangona iBhayibhile ingathethi ngokweenkcukacha ngokungcakaza, sinokuzigqibela ngokusuka kwimigaqo yeBhayibhile ukuba kusisono.—Efese 5:17. *

^ isiqe. 3 Ukungcakaza kuchazwa eBhayibhileni xa kuthethwa ngamajoni amaRoma awenza amaqashiso, okanye angcakaza kuba efuna iimpahla zikaYesu.—Mateyu 27:35; Yohane 19:23, 24.

Funda Okungakumbi

UVUKANI!

Indlela Yokuphepha Ukusafaza Imali

Funda ngamacebiso amathandathu anokukuneda ukuze ungayisafazi imali.

Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

Isinceda Njani Imigaqo YeBhayibhile?

UYesu wachaza isizathu sokuba kufuneka sikhokelwe, nemigaqo emibini eyeyona ibalulekileyo.