Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ngaba Igama LikaThixo NguYesu?

Ngaba Igama LikaThixo NguYesu?

Impendulo esuka eBhayibhileni

UYesu wayezibiza ngokuba ‘nguNyana kaThixo.’ (Yohane 10:36; 11:4) UYesu akazange akhe athi unguThixo uSomandla.

Kunoko wathandaza kuThixo. (Mateyu 26:39) Wafundisa abalandeli bakhe ukuba bathandaze bathi: “Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe igama lakho.”—Mateyu 6:9.

UYesu walichaza igama likaThixo xa wayecaphula iSibhalo, wathi: “Yiva, Sirayeli, uYehova uThixo wethu nguYehova mnye.”—Marko 12:29; Duteronomi 6:4.

 

Funda Okungakumbi

Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!

Ngaba UThixo Unalo Igama?

UThixo unezibizo ezininzi, ezinye zazo nguSomandla, uMdali nesithi Nkosi. Kodwa igama likaThixo lisetyenziswa ngaphezu kwezihlandlo eziyi-7 000 eBhayibhileni.

IMBONISELO

Ngaba UYesu UnguThixo?

Abantu abaninzi bajonga imfundiso kaBathathu Emnye “njengondoqo wemfundiso yobuKristu. Funda ngoko iBhayibhile ikufundisayo.