Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

FUNDA INTO ENTSHA

Ividiyo Ezintsha Ezincedayo KuJW Library

Ividiyo Ezintsha Ezincedayo KuJW Library

Iividiyo ezisibhozo ezintsha ezincedayo zeJW Library (zeWindows 8 noWindows Phone 8) ziyafumaneka kujw.org. Ezi vidiyo zifundisa ngale ndlela ilandelayo:

  • Sebenzisa IJW Library​—KuWindows

  • Dawunlowuda Uze Usebenzise IBhayibhile​—KuWindows

  • Dawunlowuda Uze Usebenzise Iincwadi​—KuWindows

  • Ukuphawula Indawo Obukuyo​—KuWindows

  • Iindawo Ozifundileyo​—KuWindows

  • Ukufunda Ngendlela Elungele Wena​—KuWindows

  • Ukukhangela EBhayibhileni Okanye Kwiincwadi​—KuWindows

  • Ukukrwelela​—KuWindows