Ukususela ngo-Oktobha 3, 2016, iincwadi ngeMOBI azifumaneki ku-jw.org/xh. Ukuba usebenzisa isixhobo seAmazon Kindle, unokuzifumana iincwadi usebenzisa ezi ndlela zilandelayo:

  • Dawunlowda iincwadi kuJW Library app. Le app yasimahla iyafumaneka kwiAmazon Appstore.

  • Dawunlowda iincwadi ngePDF ku-jw.org/xh. Ukuba ubhalisile kwipodcast ukuze ufumane iMboniselo noVukani! ngeMOBI, usenokubhalisa ngokutsha ukuze uzifumane ngePDF. Sebenzisa ilinki ekwiPODCASTS ekuPUBLICATIONS> kwindawo ethi, MAGAZINES.